Eethu ethuu
Xauno mama unayo yonke into emhlabenii umama is everything umama ngumntu onomqolo okwaziyo ukuymela inyaniso ohambii kwabantu umama unothando xaunomama mntasekhaya ungabolimosha ixesha olichithayo nomamakho jonga mntasekhaya ungabo dikwa ngumamakho ndiyayazii umama uyathuma kodwa ungadikwa umama is everything abanye bayarhalela ukubanaye umama abanye abanabo omama enjoy every little moment obanalo no mamakho
Jonga mntaka tata ungand xeleli ngotata mna u tata uyakwazii ahambe ayosela angabuyii ucinga wena uzotya ntonii akayi cingi uba kwathinii endlinii jonga umama noba angalinxila elingakananii oksalayo uzohlala e ngumama ungandxelelii ngotata okwaziyo angabuyii endlinii ba ayosela ubusukubonke ayisele yonke imalii utata jonga ker mna mntasekhaya mna ndimxelela ngabazalii naye utata unayo indima ayidlala yo njengomzalii kodwa oyena mntuu onomqollo ngumama utata uyazenza izinto ezininzi kodwa akanosivala isikhala sika mama🧡❤🌍💦
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Website
Address
Mandela
Worcester