Lunga_Foundation

Lunga_Foundation

Share

22/11/2025

Ukuxhasa ezemidlalo kwiindawo zethu kukwakha ikamva eliqaqambileyo. Sport ibanceda abantwana bafunde ukuzithemba, ukusebenzisana, nentlonipho ,kwaye ibavulela amathuba okukhula, uqeqesho, kunye neendlela zokuphumelela ebomini. LUNGAZ FOUNDATION izibophelele ekuphuhliseni ulutsha, ekudaleni amathuba, nasekukhuliseni ithemba kuluntu lwethu.

01/11/2025

Masibize amagama ethu ngolwethu ulwimi lwesiXhosa. i Lungaz_Foundation iyazingca ngoLwimi lwesiXhosa

10/10/2025

🎁

Want your establishment to be the top-listed Arts & Entertainment in East London?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Telephone

Address


East London
5201