Mrs Mlomo
23/02/2023
Mrs M
27/04/2022
UMrs M❤️
💔😭::: Some days I'm healing
Some days I break again
UYesu wawuthwala umnqamlezo usinda unjalo😢, wahamba esiwa kodwa wayengawi angabisavuka, wayesiwa aphinde avuke awthabathe loomnqamlezo kukubi kunjalo💔😭 kuba wayesazi ukuba kukhona apho asingise khona, so wayengapheli Amandla wakuwa😢
Nathi masingancami, ewe inzingo zobomi zikhona kwaye side sibone ingathi zingaphaya kwamandla wethu, kodwa masingavumi ukuwa endleleni singavuki, umntu makawe abuye avuke asingise apho anqwenelela ukuyofika khona✊. Masingabi zizehluleki kulendlela yobomi njengoko noYesu wenzayo
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Telephone
Website
Address
Bizana